Ulwandle olumnyama

Livela
Imephu yolwandle olumnyama

U lwandle olumnyama l ulwandle oluse- Eurasia phakathi kwe Yurophu , iCaucasus , kunye ne Anatolia . Imilambo emikhulu emininzi iqhagamshelana nolwandle olumnyama, enje ngemilambo Don , iDanube , kunye ne Dnieper .

Luqhakamshelana ku lwandle iAtlantic ngo lwandle imediternean , ulwandle iAegean , nakw imizila yamanzi emininzi. I90% yonke yolwandle ayina Oksijin . Amanzi ng aman'anetyuwa kodwa ubutyuwa bawo bunganeno kunobo bolwandle. Kwiminyaka yo kuphungulwa kobushushu emhlabeni -ice age , ulwandle olumnyama lwalusisidibi s amanzi ahlaziyekileyo .

Imbali [ tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo ]

Kw iintsomi zesiGrike , ii Argonaut zikhenketha elwandle. AmaGrike abeka amakoloni ukuze ajikeleze ulwandle kuba kwakubalulekile ukuthengiselana namazwe amaninzi kwimbali kw iimbali zakudala . iphulo leGallipoli nge mfazwe yoku-1 yayikukulwela ukungena kuLwandle olumNyama. Lwalubalulekile kw iMfazwe yesi-11 kwiHlabathi .