Iindaba ezihamba ngobuxhakaxhaka bee-
Cable zaapapashwa okokuqala emoyeni kumabonakude ngomhla woku-1 kwinyanga yesSilimela ngo-1980. Iindaba zokuqala ezaapapashwa ngobuxhakaxhaka be-Cable zaphehlelelwa ngu-David Walker nomkakhe uLois Hart.
[1]
Kunyaka wayo wokuqala i-CNN iqeshe iingcali zopolitiko ezininzi, eziquka u-Rowland Evans noRobert Novak.
[2]
[3]
[4]
ONgomhla woku-1 kweyomQungu ngo-1982 i-CNN yaaphehlelela umzila omtsha wokusasaza iindaba okwazalana nayo kodwa wonalo iqonga leengxoxo okanye iqonga lokuphawula libizwa ngokuba yi-CNN2.
[5]
Iinkqubo zosasazo ezikumakomkhulu e-ziko leCNN eAtlanta, okanye, okanye kwi-Time Warner Center kwisixeko sase-New York, okanye kwi-studios e-
Washington, D.C.
, nase-Los Angeles. I-CNN yeye-Time Warner, kunye nomzila weendaba zase-U.S. ukwayinxalenye ye-nkqubo yosasazo yakwa-Turner.
[6]
I-CNN ibisoloko igxijwa rliZiko langasekunene eliphanda ngoSasazo ngokuthi i-CNN yenzelelela iphiko langasekhohlo.
[7]
[8]
Ngokwela ziko, alikho kangako kwicala langasekhohlo xa kuthelekiswa nezahlulo nesahlulo seendaba zakwa ABC, NBC, kunye nakwa-CBS.
[9]
Ibisoloko igxijwa ngamaArabhu ngokukhokhelisa ukwenzelelelela imelika. .
[10]
- U-Larry King
- U-Michael Smerconish
- U-Rowland Evans
- U-Robert Novak
- U-Ted Turner