I
lifu
ngamanzi
emoyeni
(umoya) esinokuwabona ngamehlo. kulapho
imvula
kunye
nenkungu
zivela khona.
Amanzi as
mhlabeni
aaphuma engumphunga womoya (aze ajike abeyinto engabonakaliyo) aze enyuke aye esibhakabhakeni. enyukele ngasentla apho umoya ububanda, amanzi
ayaqokelelana
: ayajika angabi ngumoya ongumphushu abe ngamaqabaza okanye abe ngamagaqa o
mkhenkce
. siwabona laa maqabaza amanzi engamafu. Amaqabaza aphindela emhlabeni ngokuthi aqabaze kuwo sele ey
imvula
, aze aphinde amanzi aphume sele engumphunga kwakhona. Oku ke kuthiwa s
''isazinge samanzi''
Umoya
usoloko enentwana yomphunga wamanzi ongenakubonwa ngamehlo enyama. amafu enzeka xa umoya lo ungasenakuwubamba wonke lo mphunga wamanzi ubonakalyo.
[1]
Template:Page needed
Omnye umphushu wamanzi
uyadibana
usongane ubengamaqabaza amanzi amancinane kakhulu. Yiloo nto kanye ke le kuthiwa lilifu.
[1]
- ↑
1.0
1.1
Oard, Michael (1997)
The Weather Book
P.O. Box 126, Green Forest, AR 72638: Master Books
ISBN
0-89051-211-6