ukukhululeka
kuthetha imeko apho
umntu ngamnye
akwaziyo ukwenza
ngendlela abona ngayo
kungenjalo, abe uyakwazi ukuphuhlisa isakhono sakhe, kuloo nto kuthethwa ngayo ngelo xesha umzekelo kw
ikhululeko
yezopolitiko. ligama elintsingiselo yalo imbaxa.
Ukukhululeka
yintetho esetyenziswa nelamkelwa njengegama elithehta inkululeko kuphela, ngokwale nkululeko umntu uxhamla inkululeko ngokuthi aphume kwintlalo yokucinezelwa ngenkani, le nkululeko ihamba ngokweembono
zomntu olwela inkululeko ngokwasekuhlaleni
, kanti ke kwelinye icala, ibeka umnwe kwizinto eziyimfuneko ngokwasekuhlaleni nangokwezoqoqosho
kwanokuphathwa kwabantu ngokufanayo
, njengasemandleni olawulo nakwizixhobo zokunceda abantu bakwazi ukuphumeza ezi njongo. Kananjalo, itsha-ntliziyo elilwela inkululeko ngokwasekuhlaleni liqhoboshela ukukhululeka (okokutsho, inkululeko) ekwabelaneni ngokulinganayo
ngefuthe lamandla
ezopolitiko
oko kutsho, ngolawulo lwesininzi)
xa sithetha
ngokukhululeka okwakhayo
. Eyona nto bayithethayo bathi inkululeko kungekho ngalingana ithetha ukongamela kwalowo unamandla kunabanye. Ngoko ke, inkululeko kunye nentando yesininzi zibonwa njengabaphikisani abathi bazalane kodwa ekugqibeleni.
[1]
[2]
[3]
[4]
Emsebenzini wakhe,
UJohn Stuart Mill
,
ongokukhululeka
, waba ngowokuqala ukuwubona umahluko phakathi kokukhululeka njengesenzo nokukhululeka ngaphandle (kokunyanzelwa ukuba wenze into). UMill wakwazi noku okokuba iyintoni na "indalo kunye nemiqathango yamandla engabonwa njengenokusetyenziswa ngokusenthethweni kubo bonke abantu basekuhlaleni" ade ke ngoko, achaze he describes an inherent and continuous antagonism between liberty and authority and thus, the prevailing question becomes "how to make the fitting adjustment between individual independence and social control"
[5]
.
Some of the main types of
human
freedom are: freedom to
life
,
freedom of association
, freedom of
belief
,
freedom of speech
, freedom to express oneself,
freedom of the press
, freedom to choose
one's state
in life. However, the civil
constitutions
of each country have different definitions of the freedoms allowed to the
citizens
. It has been argued that any
law
limits freedom, since it sets
limits
on what people may do.
Template:Wiktionary
- ↑
Rawls, John (1996). Political Liberalism, New York: Columbia University Press.
- ↑
Rawls, John (1999). Law of Peoples, Cambridge, MA: Harvard University Press.
- ↑
Rawls, John (1999). A Theory of Justice, revised edition. Cambridge, MA: Harvard University Press.
- ↑
Rawls, John (2001). Justice as Fairness: A Restatement, Erin Kelly, ed. New York: Columbia University Press.
- ↑
Mill, J.S. (1869)., "Chapter I: Introductory", On Liberty. {
http://www.bartleby.com/130/1.html}