한국   대만   중국   일본 
Josie Palmer - Wikipedia Jump to content

Josie Palmer

Mayelana Wikipedia

UJosie Mpama (1903 - 1979) wazalelwa ePotchefstroom , kodwa wakhulela eSophiatown, eRhawutini. Wazibandakanya neqela lamaKomanisi oMzantsi Afrika (i-CPSA) ngonyaka ka-1920. Ngo-1921 wabuyela ePotchefstroom apho wabandakanyeka kwezopolitiko zendawo wanyulwa njengonobhala wecandelo labasetyhini le-CPSA. UJosie utshatile uEdwin Mofutsanyana, ilungu eliphambili leqela lamaKomanisi o Mzantsi Afrika (i-CPSA) kunye ne-African National Congress (ANC). Bebonke babehlala kwingingqi yase-Afrika nangona yena wazihlukanisa njengoBala. Kulapho wafudukela kwilokishi yasekhaya apho wamkela isibongo uMpama. [1]

Imithombo [ hlela | Hlela umthombo ]