한국   대만   중국   일본 
Ubuhlobo - Wikipedia Jump to content

Ubuhlobo

Livela
Ubuhlobo

Ubuhlobo kukubanobu dlelwane obuhle, ombiza ngokuba ngumhlobo . Abantu aba kobu budlelwane ba hloniphane ba thandane . Ubuhlobo bahlukile kobo bantu abathandanayo; abahlobo bokwenene asibahlobo bathandanayo

Umhlobo ng umntu amthandayo umntu amaziyo. Abantu abangabahlobo bayathetha bazinike ixesha lokuba kunye. Bayancedana xa omnye ese ngxakini okanye elimele. Abahlobo ngabantu ekunokuthenjelwa kubo. Ngamanye amaxesha abantu ababaxeleli nditsho nabazali babo iimfihlo zabo, kodwa baxelela abahlobo babo. Abahlobo bahla ngothanda izinto ezifanayo. Umhlobo ngumntu oye athande ubuchule bomnye umntu aze amncede okanye amkhuthazeukuze akwazi ukukhetha ngobulumko.