indlebe
lilungu
lomzimba
elenza okokuba abantu
beve
. Ezinye izilwanyana, ezifana
nabantu
noninzi
izilwanyana ezinamathambo omqolo
, zineendlebe ezimbini, kodwa ezinye izilwanyana aziva ngeendlebe.
Isigcawu
sinoboya
obuncinane emilenzeni yaso esimamela ngabo.
Indlebe le siyibonayo isebenza ngokunqakula isandi isiqhubela ngaphakathi kuyo. Olu
ngcangcazelo
luthunyelwa engqondweni sisikhaxa semisonto yemithambo ehambisa igazi.
Le ndawo ingaphandle nebonakalayo apha endlebeni kuthiwa y
ipinna.
Iindlebe zikwasetyenziswa nakweminye imisebenzi.
Indlovu
isebenzisa iindlebe zayo ezinkulu ukuzipholisa ngemini
ezishushu
kakhulu. Amalulwane axhomekeke kwiindlebe zawo xa efuna ukufumana ixhoba lawo. Ezinye izilwanyana zisebenzisa iindlebe zazo xa
zithetha
nezinye izilwanyana ezifana nazo.