한국   대만   중국   일본 
I-Accounting - Wikipedia Jump to content

I-Accounting

Livela

Yintoni i-Accounting?

I-Accounting okanye i-accountancy, yi-measurement , nokuphicothwa kolwazi oluphangaleleyo ngoqoqosho olwenziwa ngemali kwii-Economic entities . Xa kusenziwa lo umlinganiselo, ulwazi luyathethwa okanye luyancokolwa. I-accounting nebisoloko isaziwa ngokuba "Lulwimi loshishino" yenza umlinganiselo weziphumo zoqoqosho olwenziwa zizinto ngezinto ezenzeka apha embuthweni. Ize ke yona i-Accounting izihambise ezi ziphumo kubo bonke abantu abanokuzisebenzisa, kuquka ii-investors , ii-creditors , i-management kunye nee-regulators . Abantu abasebenza nge-accounting kuthiwa zii-Accountants .